Image of Webster Mfebe
Webster Mfebe (Image: Supplied)

DUMILE MATEZA’S TRANSFORMATION DREAM LIVES ON – A TRIBUTE BY WEBSTER MFEBE

Former Head of SABC Sport and CEO of the South African Forum of Civil Engineering Contractors (SAFCEC) Webster Mfebe delivered a moving tribute during the funeral service of his former colleague and close friend Dumile Mateza whom he described as Read the full story

Image of Dr SS Mdaka
Dr SS Mdaka (Image: Dr Makhenyane)

HAYI UKUWA KWAMAGORHA: IMBEKO KUMAGQALA

Gqr. Lukhanyo E. Makhenyane Umhlohli, iLwimi zabaNtsundu kwaNokholeji Ubukhulu becala… iSebe leeLwimi zabaNtsundu kwaNokholeji (Yunivesithi yaseFort Hare) belibabalwe ngeengqangula zeengqanga ezintsiba zinde – uGqirhalwazi SS Mdaka noGqirhalwazi ZW Saul. Njengokuba iSebe lahlulwe kubini nje, izifundo zoluncwadi nezobusozilwimi, ezi zangxa ziyahula Read the full story